189 Akukho Mzi Uhleliyo
[V1]
Asinamzi wethu apha, Singa bahamb’ emhlabeni;
Sisezakuvuya thina, Sifuna umzi ozayo, Sifuna umzi ozayo.

[V2]
Asinamzi wethu apha, Sifuna lowo uzayo;
I-Ziyon iNkosi ikuwo, Inokukhanya okuhle, Inokukhanya okuhle.

[V3]
Indawo entle yoxolo Yoku7phumza abahambi;
Xa bendikwaz’ ukubhabha Ngendiya kuphumla khona

[2]
[V4]
Ke, moya wam, yithi cwaka! Ixesha likuy’ uThixo,
Elona kohanjwa ngalo; Wondazisa yena ngalo