142 Athi Ukuba Mnandi
[V1]
Umnandi lo mhla ungcwele, Owona ungomhle,
Esithi ngawo sicinge NgoThixo nezulu.
Umnandi lo mhla ungcwele, Owona ungomhle,
Esithi ngawo sicinge NgoThixo nezulu.
[V2]
Kumnandi ukuthandaza, ‘Zono zoxolelwa;
Ngokumthemba sithi kuYe; Bawo ophezulu!
Kumnandi ukuthandaza, ‘Zono zoxolelwa;
Ngokumthemba sithi kuYe; Bawo ophezulu!
[V3]
Amnandi amazw’ oxolo, Siwanikwa nguYe;
Evus’ abanenyembezi, Ebas’ ezulwini.
Amnandi amazw’ oxolo, Siwanikwa nguYe;
Evus’ abanenyembezi, Ebas’ ezulwini.
[V4]
Awunt’ owethu umzamo Wokugxoth’ izono,
Ke umazi wentliziyo, Usenzel’ inceba.
Awunt’ owethu umzamo Wokugxoth’ izono,
Ke umazi wentliziyo, Usenzel’ inceba.