51 Siphaptize Ngokutsha
[V1]
Sibhapatize, Ngamandla aKho, Ngothando sivuse! Yesu ngokwaKho.

[C]
Siyakudumisa, siyakubonga; Mvan’ eyahlatywayo, O, Amen, Amen.

[V2]
Asifanele, O! sinentsila; Nkosi sihlambise kokubi konke.

[V3]
Hobe lezulu, Yihla phezulu! Sikucengan ngentsikelelo zaKho.

[V4]
Phulaphul’ izwi Lase zulwini - Uyathandeka kum, Ndigcobile ke.