98 U-Msindis Unam
[V1]
Ndiyamfuna uMsindisi, Ngekhe ndihambe ndedwa;
Mandihambe endleleni, Endibambe ngesandla

[C]
Mphefumlo ungoyiki, Uya kukukhokela;
Ndohamba noba uyaphi, Kufuphi ndomlandela.

[V2]
Ndiyamfuna u-Msindisi, Ndedwa ndakulahleka;
Nguye yena u-Mvuyisi, kade ndisoyiseka.

[V3]
Ndiyamfuna u-Msindisi Kuko ukuhamba kwam;
Abaninzi banosizi, Yiba ungu-Mncedi wam.

[V4]
Ndiyamfuna u-Msindisi, Uyayazi indlela;
Ndakumlandel’ uMsindisi, Weza ukusifela.