260 Ntili Entle YaseBheula
[V1]
‘Ndihamba kwindaw’ emnyama Engahlalwa bani; Indlela inentyatyambo ezibukekayo. Yindaw’ entle aseBheula ethandekayo kum, U-Msindisi ukufuphi sihamba sithetha.

[C]
Ntil’ entle yaseBheula, Uyathandek’ apha kum; Xa ndikuwe ndibona Umbon’ omhle wezulu.

[V2]
Akukho thunz’ elisitha Ubuhle bendlela; Ukukhanya kwaphezulu Kukho yonk’ imihla Kuvakal’ ingom’ emnandi Ephum’ ezulwini, Itsho ngentsholo emnandi, Iyandonwabisa.

[V3]
Ngokuvuya ndiy’ekhaya Kumzi okhanyayo, Ndikhulelwa
kukukhanya Novuyo phambi kwam. Sendibona lo masango
Omzo waphezulu; Le ndlela ndiyihambayo Isinga ekhaya.